Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 23:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehoyakim wayinika uFaro isilivere leyo negolide leyo; kodwa ke walihlahlisa ilizwe ukuba anike imali ngokomlomo kaFaro, elowo ngokuhlahliswa kwakhe. Wabaqhuba abantu belizwe, ukuba bayirhole isilivere negolide, ukuba ayinike uFaro-neko.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:35 kwimeko