Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 20:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaHezekiya, nobugorha bakhe bonke, nokwenza kwakhe ichibi nomjelo, nokuwangenisa kwakhe amanzi kuwo umzi, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 20

imbono 2 Ookumkani 20:20 kwimeko