Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 20:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Aboné ntoni na endlwini yakho? Wathi uHezekiya, Abone into yonke esendlwini yam; akubangakho nto ndingababonisanga yona ebuncwaneni bam.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 20

imbono 2 Ookumkani 20:15 kwimeko