Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 19:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawathabatha uHezekiya amaphepha eencwadi ezandleni zabathunywa, wawalesa; wenyuka waya endlwini kaYehova, wawaneka uHezekiya phambi koYehova.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 19

imbono 2 Ookumkani 19:14 kwimeko