Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 18:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wakholosa ngoYehova uThixo kaSirayeli; emveni kwakhe akubangakho unjengaye phakathi kookumkani bonke bakwaYuda, naphakathi kwabo babekho ngaphambi kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:5 kwimeko