Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 18:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani waseAsiriya wawafudusela amaSirayeli eAsiriya, wawabeka eHala, naseHabhore emlanjeni oyiGozan, nasemizini yamaMedi,

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:11 kwimeko