Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 14:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke oonyana bababulali abo akababulalanga, njengoko kubhaliweyo encwadini yomyalelo kaMoses, apho uYehova wayewise umthetho wokuthi, Ooyise mabangabulawa ngenxa yoonyana, oonyana mabangabulawa ngenxa yooyise; elowo makabulawe ngesakhe isono.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:6 kwimeko