Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 13:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kukumkani wakwaSirayeli, Sityede isaphetha ngesandla sakho. Wasityeda ngesandla sakhe; uElisha wabeka ezakhe izandla ezandleni zokumkani, wathi,

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:16 kwimeko