Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 11:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawenza uYehoyada umnqophiso phakathi koYehova nokumkani nabantu, ukuba babe ngabantu bakaYehova; naphakathi kokumkani nabantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 11

imbono 2 Ookumkani 11:17 kwimeko