Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 9:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makabongwe uYehova uThixo wakho, okunoneleyo, wakubeka etroneni yakhe, ukuba ube ngukumkani kuYehova uThixo wakho, ngokuwathanda kukaThixo wakho amaSirayeli, ukuba awamise ngonaphakade; wakumisa waba ngukumkani kuwo, ukuba wenze okusesikweni nobulungisa.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 9

imbono 2 Izikronike 9:8 kwimeko