ukuba amehlo akho akhangele kule ndlu imini nobusuku, kwindawo othe ùya kulibeka kuyo igama lakho, uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho kule ndawo.