Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 36:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi, Zonke izikumkani zehlabathi uzinike mna uYehova, uThixo wamazulu. Yena undiyalele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem ekwaYuda. Ubani ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, uYehova uThixo wakhe makabe naye, anyuke.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:23 kwimeko