Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 35:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kubaLevi ababeqondisa onke amaSirayeli, ababengcwele kuYehova, Yibekeni ityeya engcwele endlwini, awayakhayo uSolomon unyana kaDavide; ukumkani wakwaSirayeli; aniyi kuyithwala emagxeni. Mkhonzeni kaloku uYehova uThixo wenu, nabantu bakhe amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 35

imbono 2 Izikronike 35:3 kwimeko