Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 34:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wabawisela umthetho ooHilekiya, noAhikam unyana kaShafan, noAbhedon unyana kaMika, noShafan umbhali, noAsaya umkhonzi wokumkani, esithi,

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 34

imbono 2 Izikronike 34:20 kwimeko