Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 31:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lakuvakala elo lizwi, oonyana bakaSirayeli bazisa into eninzi yeziqhamo zokuqala zengqolowa, newayini, neoli, nobusi, nolibo lonke lwamasimi, bazisa kakhulu isishumi sezinto zonke.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 31

imbono 2 Izikronike 31:5 kwimeko