Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 29:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UHezekiya waba ngukumkani eminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe; waba neminyaka emashumi mabini anesithoba engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAbhiya intombi kaZekariya.

2. Wenza okuthe tye emehlweni kaYehova, njengako konke awakwenzayo uDavide uyise.

3. Yena, ngomnyaka wokuqala wobukumkani bakhe, ngenyanga yokuqala, wazivula iingcango zendlu kaYehova, wazilungisa.

4. Wabangenisa ababingeleli nabaLevi, wabahlanganisela ebaleni langasempumalanga, wathi kubo,

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 29