Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 28:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova, uThixo wakhe, wamnikela esandleni sokumkani wama-Aram;* ameyisa, athimba kuye into eninzi yabathinjwa, abása eDamasko. Kananjalo wanikelwa esandleni sokumkani wakwaSirayeli, uPeka; wabulala kwimpi yakhe kakhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 28

imbono 2 Izikronike 28:5 kwimeko