Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 26:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bonke abantu bakwaYuda bamthabatha u-Uziya, akubon' ukuba uminyaka ilishumi linamithandathu ezelwe, bamenza ukumkani esikhundleni sika-Amatsiya uyise.

2. Yakhiwa nguye iEloti, wayibuyisela kumaYuda, emva kokulala kokumkani kooyise.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 26