Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 25:26-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

26. Ezinye izinto zika-Amatsiya, ezokuqala nezokugqibela, àsizezo na zibhaliweyo encwadini yookumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli?

27. Ke kaloku, emveni kwexesha awatyeka ngalo uAmatsiya ekumlandeleni uYehova, bamceba eYerusalem; wasabela eLakishe. Bamsukela, bamfumana eLakishe, bambulalela khona.

28. Bamthwala ngamahashe, bamngcwabela koyise, emzini wakwaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25