Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 25:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYowashe ukumkani wakwaSirayeli wambamba uAmatsiya ukumkani wakwaYuda, unyana kaYowashe, unyana kaYehowahazi, eBhete-shemeshe, wamzisa eYerusalem; waluqhekeza udonga lwaseYerusalem, ethabathela esangweni lakwaEfrayim, wesa esangweni lembombo, iikubhite* ezimakhulu mané.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:23 kwimeko