Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 22:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya, eza kunyangwa eYizereli loo manxeba wawafumana eRama, ekulweni kwakhe noAzayeli ukumkani wama-Aram. Wehla uAzariya unyana kaYehoram, ukumkani wakwaYuda, waya kubona uYehoram unyana ka-Ahabhi eYizereli, ngokuba ebesifa.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 22

imbono 2 Izikronike 22:6 kwimeko