Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 16:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi omathathu anesithandathu wobukumkani buka-Asa, wenyuka uBhahesha ukumkani wamaSirayeli, esiza kulwa namaYuda; wayakha iRama, ukuze angavumi ukuba kuphume bani aye kuAsa ukumkani wakwaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 16

imbono 2 Izikronike 16:1 kwimeko