Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 15:17-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. Ke izigánga àzisuswanga kwaSirayeli; kodwa yona intliziyo ka-Asa yabe igqibelele yonke imihla yakhe.

18. Wazingenisa izinto ezingcwele zikayise, nezinto zakhe ezingcwele, endlwini kaThixo, isilivere, negolide, nempahla.

19. Akwaba sabakho mfazwe, kwada kwaba ngumnyaka wamashumi amathathu anesihlanu wobukumkani buka-Asa.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 15