Waba neminyaka emithathu engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMikaya, intombi kaUriyeli waseGibheha.Kwabakho imfazwe phakathi koAbhiya noYarobheham.