Wathi akuzithoba, umsindo kaYehova wabuya kuye, ukuba angàmtshabalalisi kuthi tu; kananjalo kwaYuda kwakukho izinto ezilungileyo.