Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 11:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uRehabheham wazeka uMahalati, intombi kaYerimoti unyana kaDavide, noAbhihayile, intombi kaEliyabhi unyana kaYese;

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 11

imbono 2 Izikronike 11:18 kwimeko