Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 10:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathetha kubo ngokwecebo lamadodana, esithi, Ubawo wayenza nzima idyokhwe yenu, mna ke ndiya kongeza kuyo; ubawo wanibetha ngeentsontelo, ke mna ndiya kunibetha ngeekatsi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 10

imbono 2 Izikronike 10:14 kwimeko