Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 1:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uThixo kuSolomon, Ngenxa enokuba loo nto ibisentliziyweni yakho, akwacela ubutyebi, nenzuzo, nozuko, nobomi beentshaba zakho; kananjalo akwacela imihla emininzi, wasuka wazicelela ubulumko nokwazi, ukuze ubalawule abantu bam, endikwenze ukumkani kubo:

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 1

imbono 2 Izikronike 1:11 kwimeko