Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 9:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngeli xesha ngomso, ndiya kuthumela kuwe indoda yasezweni lakwaBhenjamin, ukuze uyithambise, ibe yingànga yabantu bam amaSirayeli, ibasindise abantu bam esandleni samaFilisti; ngokuba ndibabonile abantu bam; kuba ukukhala kwabo kufikile kum.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 9

imbono 1 Usamuweli 9:16 kwimeko