Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 8:20-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. nathi sibe njengeentlanga ezi zonke, asilawule ukumkani wethu, aphume phambi kwethu, alwe iimfazwe zethu.

21. Waweva uSamuweli onke amazwi abantu, wawathetha ezindlebeni zikaYehova.

22. Wathi uYehova kuSamuweli, Liphulaphule izwi labo, ubenzele ukumkani. Wathi uSamuweli kumadoda akwaSirayeli, Hambani niye elowo emzini wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 8