Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 29:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuAkishe, Ndenzé ntoni na? Ùfumene ntoni na kumkhonzi wakho, kuthabathela kumhla wokubakho kwam phambi kwakho, kuzise kule mini, ukuba ndingayi nje, ndilwe neentshaba zenkosi yam ukumkani?

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 29

imbono 1 Usamuweli 29:8 kwimeko