Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 28:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSamuweli kuSawule, Yini na ukuba undigungqise, undinyuse? Wathi uSawule, Ndibandezelekile kakhulu; amaFilisti alwa nam, uThixo umkile kum, akasandiphenduli nangabaprofeti nangamaphupha; ndikubizéle ukuba undazise into endingayenzayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 28

imbono 1 Usamuweli 28:15 kwimeko