Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 26:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uDavide, wathi kuAhimeleki umHeti, nakuAbhishayi, unyana kaTseruya, umzalwana kaYowabhi, Ngubani na oya kuhla nam aye kuSawule empini? Wathi uAbhishayi, Mna ndohla nawe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 26

imbono 1 Usamuweli 26:6 kwimeko