Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 25:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inkosi yam mayingàkhe ikhathale ngulo mntu ulitshijolo, uNabhali; ngokuba njengoko linjalo igama lakhe, únjalo yena; nguNabhali* igama lakhe, unobudenge; ke mna, mkhonzazana wakho, andiwabonanga amadodana enkosi yam, owawathumayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 25

imbono 1 Usamuweli 25:25 kwimeko