ungàthi, ndakufa, uyinqumle inceba yakho endlwini yam nanini, ungènjenjalo nasekuzinqamleni kukaYehova iintshaba zikaDavide zonke ngazinye, ebusweni bomhlaba.