UYehova yena — baya kuqhiphuka umbilini ababambana naye.Uya kududumisa phezu kwabo emazulwini;UYehova uya kuzigweba iziphelo zehlabathi,Amnike ukumkani wakhe amandla,Aluphakamise uphondo lomthanjiswa wakhe.