Wathandaza uHana, wathi,Intliziyo yam idlamkile ngoYehova,Uphondo lwam luphakanyisiwe nguYehova.Uvulekile umlomo wam kakhulu ngazo iintshaba zam;Ngokuba ndivuyele usindiso lwakho.