Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 18:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uDavide, waya yena namadoda akhe, wabulala kumaFilisti amadoda angamakhulu amabini. UDavide wazizisa iinyama zokwalùswa zawo, wazinika ukumkani zingangoko zingako, ukuba abe ngumyeni kukumkani. USawule wamnika ke uMikali intombi yakhe, yangumkakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 18

imbono 1 Usamuweli 18:27 kwimeko