Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 17:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wayishiya impahla yakhe esandleni somgcini wempahla, wabaleka waya eluhlwini; wafika, wababuza abakhuluwa bakhe ukuphila kwabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:22 kwimeko