Wathi uYese kuDavide unyana wakhe, Khawuphathele abakhuluwa bakho iefa* yamakhweba la, nezonka ezi zilishumi, ugidime uye emkhosini kubakhuluwa bakho,