Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 15:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathi uSamuweli kuSawule, UYehova wandithuma ukuba ndikuthambise ube ngukumkani kubantu bakhe, kumaSirayeli. Wáphulaphule ke ngoko amazwi kaYehova.

2. Utsho uYehova wemikhosi, ukuthi, Ndikukhangéle konke awakwenzáyo ama-Amaleki kumaSirayeli, okokuba awathintelayo endleleni ekunyukeni kwawo eYiputa.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 15