Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 12:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi bonke abantu kuSamuweli, Bathandazele abakhonzi bakho kuYehova uThixo wakho, ukuze singafi; ngokuba ezonweni zethu songeze ububi bokubiza ukumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 12

imbono 1 Usamuweli 12:19 kwimeko