Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 12:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wathuma ooYerubhahali, noBhedan, noYifeta, noSamuweli, wanihlangula esandleni seentshaba zenu ngeenxa zonke, nahlala nonwabile.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 12

imbono 1 Usamuweli 12:11 kwimeko