Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 12:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathi uSamuweli kumaSirayeli onke, Yabonani, ndiliphulaphule izwi lenu ngako konke enakuthethayo kum, ndanimisela ukumkani.

2. Kaloku nanko ukumkani ehamba phambi kwenu. Ke mna ndaluphele, ndiyingwevu; nabo oonyana bam benani. Mna ndihambé phambi kwenu kwasebuncinaneni bam unanamhla.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 12