Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 10:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekumkeni kwakho kum namhla, ùya kufumana amadoda amabini ngasengcwabeni likaRakeli, emdeni wakwaBhenjamin, eTseletsa; aya kuthi kuwe, Zifunyenwe iimazi zamaesile obuye kuzifuna. Yabona, úkuyekile uyihlo ukuthetha ngeemazi zamaesile ezo; únesithukuthezi ngani, esithi, Ndiya kuthini na ngonyana wam.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 10

imbono 1 Usamuweli 10:2 kwimeko