Wenyuka naye, akuba emlumle, eneenkunzi ezintathu ezintsha, ne-efa* yomgubo, nentsuba yewayini, wamsa endlwini kaYehova eShilo, umntwana lowo esemncinane.