Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 8:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku, Yehova, Thixo kaSirayeli, mgcinele umkhonzi wakho uDavide ubawo oko wakuthethayo kuye, usithi, Ebusweni bam akuyi kunqunyukelwa ndoda yakuhlala etroneni yakwaSirayeli; ukuba kodwa bathe oonyana bakho bayigcina indlela yabo, bahamba phambi kwam, njengoko uhambé phambi kwam wena.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:25 kwimeko