Endaweni yezihlabo wenza iikerubhi* zambini ngeminquma yasendle: zalishumi leekubhite ukuphakama kwazo.