Wathetha ngemithi, ethabathela kumsedare* waseLebhanon, ase nakwihisope* ephuma eludongeni; wathetha nangeenkomo, nangeentaka, nangezinambuzane, nangeentlanzi.