Aseleyo asabela eAfeki, ela phakathi komzi. Kwawa udonga phezu kwamawaka angamashumi amabini anamawaka asixhenxe amadoda aseleyo.Wasaba uBhen-hadade, wangena kuloo mzi, wathungela amagumbi.